Umtoliki ngu:
Bulelwa Mafu (2010)
uMzantsi
Afrika uphawulwe ngodidi olutsha lwezopolitiko, aliphawulwanga
ngodushe phakathi kwentlanga kwoda ngo qhanaqalazo lwabasebenzi.
Ngaphezu kwe Sierra Leone ne Gambia, I South Africa ikwazile
ukudibanisa intlanga ezahlukeneyo kwimizi yemveliso, emigodini
nendlela abaqeshwe ngayo ibonakalisa ukuba ibasa kumbutho
wabaphangeli. Kwaye kukho nefuthe lwe Russian Revolution. I African
Communinsit Party yasekwa ngomnyaka ka 1924, kodwa yayisuka komnye
umbutho owawusewusekiwe ngomnyaka ka1920. Yayisebenza ngokuxokisa
uluntu olumnyama. Kodwa e Sierra leone nase Gambia abantu
abafundileyo abamnyama bathetha kakhulu bengenzi nto ebonakalayo,
kodwa uMzantsi Afrika wona uqhubela nezo zikhona zimbalwa kumlo.
Iimfazwe ezidlulileyo nemeko zemali nopolitiko zango 1919 zaqalisa
umbuthe we Industrial and Commercial Worker’s waseMzantsi Afrika.